Month:
Author:
Category:
  Search

A Tribute To Daphne

BY Vicky Porter

The TWTC Family are overcome with sadness at the passing away of our dear colleague and friend, Daphne Hewitt, who was called home to Heaven on Friday the 29th of March 2019.

Daphne made a positive impact since she joined our family in 2018. Her passion for problem solving meant that colleagues often depended on her – even for matters beyond her scope of work. We all agree that Daphne was a loyal, dependable and motivating team player.

The TWTC Family misses her dearly and we would like to express our sincere condolences to her daughter, sons, grandson and family.


“When someone you love becomes a memory, the memory becomes a treasure.”

 

Daphne, your love for life has been an inspiration to myself and the TWTC Family.  Your positive attitude was contagious and will be missed at the depot.  We are grateful for the time you were lent to us, we will always cherish your memory.  Kay.

 

“Duifie”, nie net ‘n kollega, maar ook ‘n vriendin en suster.  Ek gaan jou vreeslik baie mis.  Jou lag, jou grappies, jou raad ens.  Jy sal altyd in my hard voorleef – ‘n legend.  Dit was ‘n voorreg om jou te ken… Lovies Anto.


Perhaps they are not stars in the sky, but rather openings where our loved ones shine down to let us know they are happy.  So grateful for having met you and all the times you would tease me and make me laugh L.  I’m already missing you so very much – Maylene.


Daphne, a kind hearted lady, a lady with a big heart, always helping others and assisting where she can.  She was a friend and also like a mother.  I thank the Lord for the time he spared us to work with you and to know you.  You will always be remembered for your kindness, friendliness and delicious meals.  We will always love and miss you.  You were gone too soon.  Miss – E.


Daphne now you are in good hands.  Its still unbelievable but we accept it that you are no more.  May your family get comfort and strength in this time of sadness.  Rest in peace our friend.  Security Officer Shadrack.


Daphne, a true legend!  I am definitely going to miss you so much.  The advice you gave, the laughs, the loyalty to us… May you rest in peace in the arms of Jesus until we meet again… CJ.
Your life was a blessing, your memory a treasure.  You are loved beyond words and missed beyond measure.  From Dona.


D-D!  Gone too soon but we treasure good memories.  Thanks for being a ray of sunshine wherever you wnt.  RIP.  Malene

 

Ndive kabuhlungu kakhulu ushiywa nguwe bendisa jonge lukhule kuwe. Mr Lengs.

Daphne usizamele lundothusile uhambo lwakho ndohlala ndikukhumbula ubungu mzali kum bendithi ndokukhala kuwe undincede ngezinto zomsebenzi. Isitya esihle asidleli. Miss Andie Noge.

Daphne lundothusile uhambo lwakho. Khange ndikulindele uba uyakube usishiyile. Ndithi ulale ngoxolo sahlala sikukhumbula singumzi wase TWTC. Sakukhumbula nongoloncumo. Mrs N. Mzimkhulu.

Daphne besisa jonge lukhulu kuwe ubungumntu onobubele ubungumama kuthi ubungumntu ofikelelekayo sohlala sikukhumbule ngoloncumo lwakho. Miss Mpumi Phyllis

Daphne ubuyinto yonke kum, ndohlala ndikukumbula ngemisebenzi emihle obuyenza ubufikeleleka. nangoloncumo lwakho. . Miss Lillian Klaas.

Daphne lundothusile uhambolwakho bendijonge lukhulu kuwe kodwa ke yintando ka Thixo. Kuyinyani xakusithiwa ungayazi date yakho yozalwa kodwa eyokufa yaziwa ngu Thixo . ngu thixo othandileyo. Lala ngoxolo Daphne sohlala sikukhumbula ngemizamo yakho kodwa ke silahlekelwe besisa jonge lukhulu kuwe lala ngoxolo mama Daphne. Miss Amanda.

Daphne ulale ngoxolo lusothusile uhambo lwakho uyohlala ukhumbuleka mam D ulale ngoxolo. Mr Simphiwe.

Daphne ndilahlekelwe bendikuthatha uba ungumama wam ngenxa yobubele bakho ubu hlelinje unoncumo ubunga caci naxa ubunomsindo andiyazi uba sophinda simbone phi umntu onje ngawe. Mr Patrick.

Daphne usizimele kangesikucingele uba uyabe sohlukene nathi. Ndohlala ndikukhumbula ngoloncumo lwakho Ndibuhlungu ngoba ndikugqibe le uteketisa intaka ndibuhlungu kakhuu lala ngoxolo mama ubungumzali kuthi. Miss Yandiswa.

Ibiluvuyo ukuba nawe uhambe kakuhle Daphne siyohlala sikukhumbula osezintlizweni zethu. May you rest in peace. Miss Zizo.

Daphne besingekakulindeli ukuba ungasishiya kodwa usizimele siyakuhlala sikucinga ngamaxesha onke. Hamba kakuhle sohlala sikukhumbula ezintliziyweni zethu. May your soul rest in peace. Miss Zukiswa.

Daphne lundothusile uhambo lwakho bendisa jonge lukhulu kuwe ndohlala ndikukhumbula ngolo ncamo lwakho ubungu Mama Kum. Mrs. Ntombekhaya.

Daphne ndikubone ithuba elifutshane waske wavutha umlilo ndisa kubuka. Ubungumntu obengamngxameli umntu. Miss T.L. Konzani


Hamba kakuhle Dapne. Uhambo lwakho lusothusile besithe sisajongile kuwe, wasuka wevutha umlilo. Hamba kakuhle – hamba kahle. Rest in peace, Daphne. Miss Nozuko.

 

Daphne ubuyinto yonke kum, ndohlala ndikukumbula ngemisebenzi emihle ubuyenza.ubufikeleleka nangolo ncumo lwakho. Ndiyeza nam apho uyakhona. Miss Lillian Klaas.

 April 05, 2019
Comments (0)
General
Vicky Porter

Leave a comment

Keep me updated?

Comments are moderated.
Be the first person to comment.

Telephone:  041 486 2204 / 2110

Fax:  041 486 2205

Email:  info@thewastetradecompany.co.za

OK / Close